Uyacelwa ukuba
uphendule imibuzo elandelayo ngokupheleleyo nangokuchanekileyo; ubuyise
kwakhona uxwebhu olugcweleyo kwisebe leGeophysics. Lonke ulwazi lubalulekile
ngako oko iphepha lemibuzo malibuyiselwe. Nokuba akukhange uluve ungcangcazelo
okanye unyikimo, naleyo ngokwayo lulwazi olubalulekileyo ( Sinqwenela ukwazi
zonke iindawo apho ongcangcazelo okanye unyikimo lomhlaba beluviwe/ belungaviwanga.